Psalms 78:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza badla, bahluta kanye; ngokuba wabanika inkanuko yabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Badla, bahlutha kakhulu, Wabazisela ke inkanuko yabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Badla bahlutha, ngokuba wabanikayo inkanuko yabo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abantu batya bada bahlutha; kaloku wabanika loo nto babeyifuna.