Psalms 78:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nxa umsindo katixo wavuka ngakubo, wabulala pakati kwabatyebileyo babo, wawisa pantsi abanyuliweyo bakwa‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwenyuka umsindo kaThixo waya kubo, Wabulala phakathi kwabatyebileyo babo, Wawawisa amadodana akwaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wavutha umsindo kaThixo phezu kwabo, Wabulala abatyebileyo kubo, waboyisa abanyuliweyo bakwaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
suka wavutha umsindo kuThixo, wababulala abona bomeleleyo, wabageqa abafana bakwaSirayeli.