Psalms 78:35 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bakumbula ukuba utixo ulilityekazi labo, nokuba utixo opezu kwonke ungumkululi wabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bakhumbula ukuba uThixo uliliwa labo, UThixo Osenyangweni ungumkhululi wabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bakhumbula ukuba uThixo uliliwa labo, uThixo Osenyangweni ungumkhululi wabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bakhumbula ukuba nguThixo inqaba yabo, bangáhlangulwa nguThixo uPhezukonke.