Psalms 78:39 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ebekumbula ukuba bayinyama; umoya omkayo, ungabuyi uze.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wakhumbula ukuba bayinyama, Bangumoya omkayo, ongabuyiyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wakhumbula ukuba kukudla kodwa; umoya odlulayo ungabuyi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wakhumbula ukuba bangabantu, into edlula njengomoya iphele.