Psalms 78:40 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bekufuti kangakanana bamvukelayo entlango, bamcapukisa ebugxwayibeni!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kukangaphi bemphikisa entlango, Bemenza buhlungu enkangala!
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Hayi, ukuba bamenze intlekisa entlango, ukuba bamenzakalisa entlango!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwaba kaninzi bemvukela entlango; ewe, babemtsho abe neenzingo kwelingamiwayo.