Psalms 78:44 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
waguqula imilambo yabo ibe ligazi, nezelo zabo, bada bakohlwa kusela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wayiguqula imijelo yabo, yaba ligazi, Ababa nakuyisela imiqukuqela yabo yamanzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bayiguqula imijelo yabo, yaba ligazi; nemilambo yabo, ayinakuyisela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
apho wawajika khona amanzi aba ligazi, kwayinqaba kumaJiputa ukusela emithonjeni.