Psalms 78:46 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wanika ukucu̔ma kwabo kuṙuxeshe, nenzuzo yabo kwinkumbi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Izilimo zabo wazinika iinkumbi ezinqunquthayo, Ukuxelenga kwabo wakunika iinkumbi ezandayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Izilimo zazo wayinika iinkumbi ezandayo, nomsebenzi wazo wawunika iinkumbi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Izilimo zabo wazithumela ngesihlava, isivuno sabhuqwa ziinkumbi.