Psalms 78:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba wamisa isinqi̔no kwa‐Yakobi, wadala umteto kwa‐Sirayeli, owabayalela obawo betu ukuba bazazise kubantwana babo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wamisa isingqiniso kwaYakobi, Wabeka umyalelo kwaSirayeli, Awawumisela oobawo, Ukuba bawazise oonyana babo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba wamisa umqondiso kwaYakobi, Wabeka umyalelo kwaSirayeli, Awawumisela oobawo, Ukuba bawazise oonyana babo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wamisela umthetho kwaYakobi, wanikela imimiselo kwaSirayeli; wabanqonqozisa ngayo oobawo, ukuze bafundise abantwana babo,