Psalms 78:51 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wabeta bonke abamazibulo e‐Jipete, abakuqala kwamandla ezintenteni zakwa‐Hame.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wababulala bonke abamazibulo eYiputa, Iintlahlela zamandla obudoda ezintenteni zakwaHam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wawabulala onke amazibulo eYiputa; Owokuqala amandla abo ezintenteni zikaKama;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wawathi qwaka onke amazibulo amaJiputa, wabageqa abaligugu neqhayiya lakwaHam.