Psalms 78:53 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wabakapa ngokugcinekayo, bengoyikanga; kanti intshaba zabo ulwandle lwazigubungela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabakhapha bekholosile, bengankwantyi; Ke zona iintshaba zabo lwazigubungela ulwandle
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabakhapha bekholosile, ukuba bangoyiki; Ke zona iintshaba zabo zagutyungelwa lulwandle.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wabalondoloza batsho baphelelwa ngamaxhala, kambe ke ulwandle lwaziginya iintshaba zabo.