Psalms 78:59 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati utixo akuva, waqumba, wadela o‐Sirayeli kakulu;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Weva uThixo, waphuphuma umsindo, Wawacekisa kakhulu amaSirayeli;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akukuva oko uThixo, wavutha ngumsindo, wawathiya amaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akuyibona le nto uThixo waqumba kangangokuba wasuka wamhlamba uSirayeli.