Psalms 78:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuze sizazi isizukulwana sasemva, abantwana abaza kuzalwa; bavuke bazishumayele na kubantwana babo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuze siwazi isizukulwana esizayo, oonyana abaza kuzalwa, Basuke babalisele ababo oonyana;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuze siwazi isizukulwana esizayo, oonyana abaya kuzalwa; abo banokuma, babaxelele abantwana babo ezo zinto;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
khon' ukuze ziyazi izizukulwana ezizayo, ewe, nditsho nabangekalibon' ilanga. Bona ke bayigqithisele kubantwana babo,