Psalms 78:62 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wabanikela esiṙeleni abantu bake, waqumbela ilifa lake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabanikela abantu bakhe kwikrele, Umsindo wakhe waphuphumela ilifa lakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwakhona wabanikela abantu bakhe ekreleni; Waba noburhalarhume kwilifa lakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abantu bakhe baba zizisulu zekrele, ilifa lakhe waliqwenga ngengqumbo.