Psalms 78:66 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yabetela ngomva intshaba zayo; yazenza isigxekwa esingunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yababetha ngasemva ababandezeli bayo, Yabenza ingcikivo engunaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wazixabela ngasemva iintshaba zakhe; Wabazisela ukubandezeleka okungunaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wazikhaba iintshaba zakhe, zatsho zaxabheleka umlibe.