Psalms 78:68 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
yaqasha isizwe sika‐Juda, intaba ye‐Ziyone eyayitandayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yanyula isizwe sakwaYuda, Intaba yaseZiyon eyayithandayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yanyula isizwe sakwaYuda, Intaba yaseZiyon eyayithandayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa wayichonga indlu kaJuda, intaba iZiyon ayithandayo.