Psalms 78:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuba babeke pezu kwotixo itemba labo, bangazilibali izenzo zikatixo, kodwa imiyalelo yake bayibambe;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bayame ngoThixo, Bangazilibali izenzo ezincamisayo zikaThixo, Bayilondoloze imithetho yakhe:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuze bakholose ngoThixo, bangayilibali imisebenzi yakhe, bayigcine imithetho yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ukwenzela ukuba bakholose ngoThixo, bangaze bayilibale imisebenzi yakhe, koko bayithobele imimiselo yakhe;