Psalms 78:71 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
yamvelisa ekulandeleni igushakazi ezanyisayo, aze apate o‐Yakobi abantu bayo, no‐Sirayeli ilifa layo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yamthabatha elandela izimvu ezanyisayo, Yamzisa ukuba aluse kwaYakobi abantu bayo, KwaSirayeli ilifa layo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yamkhuphela emva kwempahla emfutshane, ukuba aluse abantu bayo, namaSirayeli elifeni lakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wamkhupha ekwaluseni amatakane, wamenza umalusi wabantu bakhe, wangumalusi kaSirayeli ilifa lakhe.