Psalms 79:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kukona tina bantu bako nezimvu zesidlelo sako siya kubulela kuwe kude kube ngunapakade: soshumayela udumo lwako kwisizukulwana ngesizukulwana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke thina bantu bakho, zimvu zaluswa nguwe, Siya kubulela kuwe ngonaphakade, Sibalise ngendumiso yakho kwizizukulwana ngezizukulwana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa yoko siya kubulela kuwe ngonaphakade, thina bantu bakho, nezimvu zedlelo lakho; Siya kuyixela indumiso yakho kwizizukulwana ngezizukulwana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke thina bantu baziigusha ozalusayo siya kukubulela njalo-njalo; ewe, soze sipheze ukukuncoma!