Psalms 79:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Izidumbu zezicaka zako bazinikile zibe kukudla kwintaka zezulu, inyama yabangcwele bako kwizilo zomhlaba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Izidumbu zabakhonzi bakho zizinike iintaka zezulu ukuba zizidle, Nenyama yabakho benceba ziyinike amarhamncwa elizwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zinike izidumbu zabakhonzi bakho ukuba zibe kukudla kweentaka zezulu, kukudla kwabakho benceba kumarhamncwa elizwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Imizimba yezicaka zakho kukutya kweentaka, izidumbu zazo zityiwa ziinyamakazi.