Psalms 79:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zungakumbuli ngakuti inkohlakalo zangapambili; inceba zako mazisipangele kamsinya; ngokuba sitotyelwe pantsi kakulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Musa ukubukhumbula kuthi ubugwenxa bamanyange ethu, Mayingxame isikhawulele imfesane yakho: Ngokuba siswele kakhulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musa ukuzikhumbula izono zethu zangaphambili; Inceba yakho mayibonakale kuthi ngokukhawuleza, Ngokuba sithobeke kakhulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ungasixhibi ngenxa yezono zoobawo; nceda velana nathi kuba siphelelwe.