Psalms 80:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kunganina ukuba uzicitile intango zawo, bade bawuke bonke abadlula ngendlela?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uzityhobozeleni na iintango zawo, Ukuze bawukhe bonke abadlula ngendlela?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko kutheni na ukuze uzidilize iindonga zeendonga zakhe, ukuze bonke abadlula ngendlela bakugqogqe?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uludilizeleni ke uthango lwawo, abadlulayo sebegqwathula iziqhamo nje?