Psalms 80:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nesityalo esasityalwa sisandla sako sokunene, nesebe wabuzomelezela lona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yikhusele into esiyityeleyo isandla sakho sokunene, Unyana lo uzizimaseleyo ngokwakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nesidiliya eso satyala sona sisandla sakho sokunene, isebe oxhaswe ngalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nditsho isebe owalityalayo, ewe, elo latyalwa zizandla zakho.