Psalms 81:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akwaba abantu bam babendipulapula, wati u‐Sirayeli wahamba ngezam indlela!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akwaba abantu bam bebendiva, Akwaba uSirayeli ubehamba ngendlela yam!
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akwaba abantu bam bebendiva, Akwaba uSirayeli wahamba ngendlela yam!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngamana nandiphulaphula, bantu bam; akwaba ubungandithobela, Sirayeli.