Psalms 81:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abo batiya uyehova ngebese bezenzisile kuye: kanti elabo ixesha beliya kubako kude kube ngunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abamthiyayo uYehova bebeya kuhanahanisa kuye, Libe ngunaphakade ixesha labo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abo bamthiyileyo uYehova bebeya kuzithoba kuye, kodwa ixesha labo liya kuba ngunaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abamthiyileyo uNdikhoyo bebeya kushwabana, isigwebo sabo sibe ngumlibe.