Psalms 83:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yenza inkosi zabo njengo‐Worebe nanjengo‐Zibe; nazo zonke inkosana zabo njengo‐Zeba nanjengo‐Tsalemuna;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Benze bona, amanene abo ke, babe njengo-Orebhe nanjengoZebhe; Zonke iinkosi zabo zibe njengoZebha nanjengoTsalimuna;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Iinkosana zabo mazibe njengo-Orebhe noZebhe, nazo zonke iinkosana zabo zibe njengoShebha noTsalimuna;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Iinjengele zabo zifanise no-Orebhe noZebhe; amatshawe abo wanyhashe njengoZebha noZalmuna.