Psalms 83:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kuze kwaziwe ukuba wena, onegama eli nguyehova wedwa, ungopezu kwonke pezu kwomhlaba wonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bazi ukuba wena, ugama linguYehova, unguwe wedwa Osenyangweni phezu kwehlabathi lonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuze abantu bazi ukuba wena, ogama linguYehova, nguwe wedwa Oyena Uphakamileyo phezu kwehlabathi lonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mabavume ukuba nguwe wedwa onguNdikhoyo, uPhezukonke obhijel' ihlabathi jikelele.