Psalms 84:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Hai itamsanqa labo bahleli endlwini yako! bomana bekudumisa. Sela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Hayi, uyolo lwabahlala endlwini yakho! Basaya kukudumisa.(Phakamisani.)
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Hayi, uyolo lwabahlala endlwini yakho; baya kuhlala bekudumisa. Sela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Hay' ithamsanqa lâbo bahlala endlwini yakho, abasoloko bentyiloza bememelela bebonga wena.