Psalms 85:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uya kusiqumbela kude kube ngunapakade na? uya kwolulisa ingqumbo yako kude kube kwisizukulwana ngesizukulwana na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uya kusiqumbela ngonaphakade na? Umsindo wakho uya kuwolulela kwizizukulwana ngezizukulwana na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uya kuqumbela ngonaphakade na? Ngaba iUU iya kusasaza ingqumbo ukusuka kwesinye isizukulwana ukuya kwesinye?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngani ukuba ungabi saphela umsindo wakho? Koda kube zizizukulwana ucaphukile na?