Psalms 85:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akuyi kubuya usipilise na, baze abantu bako bavuye ngawe?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akuyi kubuya usiphilise na, Abantu bakho bavuye ngawe?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Awufuni na ukusiphilisa kwakhona, ukuze abantu bakho bavuye ngenxa yakho?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nceda ubuye usihlaziye, abantu bakho bagcobe ngawe.