Psalms 86:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndobulela kuwe, Nkosi, Tixo wam! ngentliziyo yam yonke; ndiya kudumisa igama lako kude kube ngunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kubulela kuwe, Nkosi yam, Thixo wam, ngentliziyo yonke, Ndilizukise igama lakho ngonaphakade:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kubulela kuwe, Yehova, Thixo wam, ngentliziyo yonke; kwaye ndiya kulizukisa igama lakho ngonaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndikubulela ngomxhelo wam wonke, Nkosi; Thixo wam, ndolidumisa njalo igama lakho,