Psalms 86:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Beka kum, undipate ngofefe: nika isicaka sako amandla ako, usindise unyana wesicakakazi sako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndibheke, undibabale; Mphe amandla akho umkhonzi wakho, Umsindise unyana womkhonzazana wakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Guquka, undibabale; mnike amandla umkhonzi wakho, Msindise unyana womkhonzazana wakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Buya uvelane nam; khawusomeleze isicaka sakho, umhlangule unyana wesicakazana sakho.