Psalms 86:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba wena, Nkosi! ulungile, unokuxolela; unobubele obuninzi kubo bonke ababizela kuwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba ulungile wena, Nkosi yam, uxolela; Umkhulu ngenceba kubo bonke abakunqulayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa yokuba wena, Yehova, ulungile, ukulungele ukuxolela; nenceba enkulu kubo bonke abakunqulayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuba wena, Nkosi, ulungile, uyaxolela; uphuphuma luthando kwabo bakholosa ngawe.