Psalms 86:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngemini yobunzima bam ndobizela kuwe: ngokuba uya kundipendula.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngemini yokubandezelwa kwam ndinqula wena, Ngokuba uya kundiphendula.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngemini yokubandezelwa kwam ndinqula wena, ngokuba uya kundiphendula.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndakuba sengxakini, ndibhenela kuwe, kuba wena uyavelana nam.