Psalms 87:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyehova uya kubala, akuba̔la abantu, ngokuti: Lo mntu wazalelwa kona. Sela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehova uya kubala, ekuzibhaleni izizwi, athi, Abaya bazalelwe khona: (Phakamisani.)
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova, xa ebhalela abantu, uya kufunda ukuba lo mntu wazalelwa khona. Sela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akuzidwelisa zonke izizwe uNdikhoyo, xa zizonke zoba ngabemi baseJerusalem.