Psalms 88:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uya kwenza imimangaliso kwabafileyo na? abafileyo bovuka bakudumise na? Sela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uya kuyenzela abafileyo na imisebenzi ebalulekileyo? Kuya kuvuka abangasekhoyo, kusini na, babulele kuwe? (Phakamisani.)
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uyathanda na ukwenza imiqondiso kwabafileyo? Baya kuvuka abafileyo na, babulele kuwe? Sela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Imimangaliso ngaba uyenzela abafileyo na? Boze bavuke bakudumise na?