Psalms 88:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ububele bako buya kushunyayelwa encw̔abeni na? nenyaniseko yako ekutshabalaleni na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ibaliswa engcwabeni na inceba yakho? Enzonzobileni na, ukunyanisa kwakho?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Inceba yakho uyixelelwa kwabafileyo na? Niya kutshabalala na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthando lwakho luxelwa ngabafileyo na? Ukunyaniseka kwakho kwaziwa kwantshabalala na?