Psalms 88:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Imimangaliso yako iya kwaziwa ebumnyameni na? nobulungisa bako ezweni lokulibala na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yaziswa emnyameni na imisebenzi yakho ebalulekileyo?Baziswa ezweni lokulibala na ubulungisa bakho?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yaziswa emnyameni na imisebenzi yakho ebalulekileyo? Nobulungisa bakho ehlabathini lonke na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaba imimangaliso yakho yaziwa enzonzobileni na? Okanye usindiso lwakho lusebenza kwelokulibala na?