Psalms 88:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ndiyakala kuwe, Yehova! nakusasa umtandazo wam wokupangela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke mna, Yehova, ndizibika kuwe, Kwakusasa umthandazo wam wokuhlangabeza.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke mna ndadanduluka kuwe, Yehova; nomthandazo wam uya kunikhusela ngomso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Hayi bo! Ndikhoyo, ndibhenela kuwe; ntsasa zonke ndizibika kuwe.