Psalms 89:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
NDOVUMA ngazo izibele zikayehova kude kube ngunapakade: ngomlomo wam ndiya kwazisa inyaniseko yako kwisizukulwana ngesizukulwana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Eyokuqiqa kaEtan, umEzra. Iinceba zikaYehova ndiya kuvuma ngazo ngonaphakade, Kwizizukulwana ngezizukulwana ndiya kwazisa ukuthembeka kwakho ngomlomo wam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Iinceba zikaYehova ndiya kuvuma ngazo ngonaphakade; Ndiya kuxela ukuthembeka kwakho ngomlomo wam kwizizukulwana ngezizukulwana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
*Ndikhoyo, ndiya kucula ngezibele zakho njalo-njalo; ukuthembeka kwakho ndokubhengeza kuzo zonke izizukulwana.