Psalms 89:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba wena ububungcwalisa bamandla abo; nangembuko yako upondo lwetu luya kupakanyiswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba isihombo samandla abo nguwe; Ekuthandeni kwakho, uphondo lwethu luphakamile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba isihombo samandla abo nguwe, Uphondo lwethu luphakamile ngokuthanda kwakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wena uyindili yokomelela kwabo; batshatshele kuba baxhaswa nguwe.