Psalms 89:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndite: Ububele buya kwakiwa kude kube ngunapakade; inyaniseko yako uya kuyiqinisa kwa kuwo amazulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba ndithi, Yakheka ngonaphakade inceba; Amazulu, uya kukuzinzisa kuwo ukuthembeka kwakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba ndithi, Inceba iya kwakhelwa ngonaphakade; Ukuthembeka kwakho kuya kukugcinela emazulwini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kububengeza obakho ububele ukuba soze butshitshe; ukuthembeka kwakho ukuzinzisile emazulwini.