Psalms 89:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Utshaba aluyi kumfundekela, nonyana wenkohlakalo akayi kumbandezela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Utshaba aluyi kumqubula; Nonyana wobugqwetha akayi kumcinezela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Utshaba aluyi kuthetha kuye; ke yena unyana wobugqwetha akamcinezeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akasoze onganyelwe lutshaba, nezibhoja soze zimthibaze.