Psalms 89:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa kwobako naye inyaniseko yam nobubele bam; nangegama lam upondo lwake luya kupakanyiswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Inyaniso yam nenceba yam inaye; Luya kuphakama uphondo lwakhe egameni lam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa inyaniso yam nenceba yam inaye, nophondo lwakhe luphakame egameni lam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndohlala ndimthanda, ndilithemba lakhe; ndiya kumenza ahlale eyintshatsheli.