Psalms 89:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yena uya kubiza kum ngokuti: Ungubawo wam wena, utixo wam, nelityekazi losindiswa lwam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yena ukundibiza wothi, UnguBawo, UnguThixo wam, neliwa lokundisindisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yena uya kundibiza, athi, Bawo, unguThixo wam, neliwa lokundisindisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uya kubhenela kum, athi: ‘Wena unguTata; unguThixo wam, umqolomba ondihlangulayo.’