Psalms 89:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ububele bam ndiya kumgcinela bona kude kube ngunapakade; nocebano lwam lwohlala luqinile kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kumgcinela inceba yam ngonaphakade, Umnqophiso wam unyanise kuye;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kumgcinela inceba yam ngamaxesha onke, Ungabi naye umnqophiso wam;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ububele bam kuye buya kuma njalo-njalo; umnqophiso wam naye soze utshitshe.