Psalms 89:33 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ububele bam andiyi kubuhluta kuye; nenyaniseko yam andiyi kuyenza ixoke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke yona inceba yam andiyi kuyaphula kuye, Ndingaxoki ekuthembekeni kwam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa andiyi kubuhlutha ububele bam kuye, yaye andiyi kubuyeka ukuthembeka kwam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke soze ndipheze ukumthanda, ingasoze inxaxhe intembeko yam.