Psalms 89:37 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Iya kuqiniswa kude kube ngunapakade njengenyanga, na njeng enqi̔na elinyanisekileyo ezulwini. Sela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Iya kuqiniseka njengenyanga ngonaphakade; Ingqina lasesibhakabhakeni lithembekile. (Phakamisani.)
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Iya kuma ngonaphakade njengenyanga, ibe lingqina elithembekileyo emazulwini. Sela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Soze luthini, lunjengenyanga yona ilingqina elithembekileyo elisesibhakabhakeni.”