Psalms 89:47 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kumbula ixesha lam ukuba lingakananina! Kunganina ukuba ufumane wenza bonke abantu?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Khumbula ukunqamka kwam, into okuyiyo! Ubadaleleni na, baba yinto engento bonke oonyana babantu?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Khumbula ukuba ixesha lam lifinyele;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndikhoyo, khawukhumbule ukuba bufutshane kwabo ubomi bam; khumbula ukungabi nto kwabo ubomi bomntu.