Psalms 9:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba osweleyo engayi kuhlala elityalwa; itemba lamahlwempu aliyi kuba ngunapakade litshabalala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba aliyi kuhlala lilityalwa ihlwempu, Ithemba leentsizana aliyi kudaka ngonaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba aliyi kuhlala lilityalwa ihlwempu; Ithemba lehlwempu aliyi kutshabalala naphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku akayi kusoloko elityalwa amahlwempu; ithemba labahlelelekileyo aliyi kusoloko lifuthaniselwe.