Psalms 9:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Beka ukwoyika pezu kwazo, Yehova! zizazi izizwe ukuba zingabantu kodwa. Sela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zimisele ukoyika, Yehova, Zazi iintlanga ukuba ziluluntu kuphela. (Phakamisani.)
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zoyike, Yehova, ukuze zazi iintlanga ukuba zingabantu. Sela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zenze zikoyike, Ndikhoyo, ziqonde ukuba zingabantu nje kuphela.